9 min

uMzantsi oLwimi Mninzi Uhambo Lolwimi

    • Personal Journals

Kule nxalenye yosasazo, uKealeboga Aiseng osebenza kwi-journalism department, uza kukhe akhuphe amabini okanye amathathu. UKealeboga uchaza ulwazi analo ngokuthethwa kweelwimi ezahlukahlukeneyo eMzantsi Afrika nendlela ezi lwimi ezazisetyenziswa ngayo ukuze zahlule abantu, kodwa ngoku zibenza bamanyane zahluke zinjalo. Emva koko kuza kuthetha ootitshala baseYunivesithi nabasebenzi bezikolo ekuthethwa ezi lwimi kuzo, nabesikolo seentatheli. Bonke baza kuchaza izinto abanomdla wokuba kuthethwe ngazo kolu sasazo. Okokugqibela, abahlali baseMakhanda nabafundi baseRhodes, baza kuchaza ukuba ulwimi luthetha ntoni kubo.